Cofa ukubona iphepha elipheleleyo

Lothari

Fumana iziphumo zakutsha nje zeLothari yaseMzantsi Afrika zothotho lwemidlalo, kuquka i-Lotto, i-Daily Lotto kunye ne PowerBall, ku Lottery.co.za. Jonga amanani aphumeleleyo ukuze ubone ukuba unetikiti elinethamsanga, ufumane inkitha yolwazi ngazo zonke iilothari ezonwabisayo uMzantsi Afrika anazo.


Iziphumo ze-PowerBall
Lwesihlanu, 21 Agasti 2026

Aga 21
2
4
5
24
49
4

Iziphumo ze-PowerBall
ezingakumbi


Daily Lotto

Uqikelelo laNgokuhlwanje lwe-Jackpot ye-Daily Lotto

R450 000


Iziphumo zeLothari

Yiba ngowokuqala ukubona iziphumo zakutsha nje zelothari. Ungajonga awona manani aphumeleleyo akutsha nje e- Lotto, i-PowerBall, i-Daily Lotto nangakumbi, emveni kwe-draw.


Iziphumo zakutsha nje

Daily Lotto

I-Daily Lotto ngumdlalo omtsha welothari yaseMzantsi Afrika, apho yonke imali yamabhaso ibhatalwa kwi-draw nganye!Ukuba akukho mntu unamanani amahlanu afanayo kwi-draw, imali yamabhaso idluliselwa kwisahlulo ezilandelayo kunokudityanisa kwelandelayo. Amatikiti axabisa nje i-R3 ukudlala kwaye ungajonga iziphumo ze- Daily Lotto mihla le ukusukela ngo 21:00.


Ulwazi oluthe xhaxhe

Mjongi Manani

Sebenzisa ukujonga amanani okuzenzekelayo ukuze ubone ngokukhawulezileyo ukuba uliphumelele ibhaso lelothari:

Uncedo kunye noLwazi

Nokuba ufuna ukwazi ngazo zonke iindlela ezahlukeneyo zokudlala, abaphumeleli be-jackpot abakhulu okanye ukukleyima amabhaso, ungafunda konke ofuna ukukwazi ngemidlalo yelothari yoMzantsi Afrika apha.


Ulwazi oluthe xhaxhe ›

Ingcebiso ngokudlala iLothari

Khangela lengcebiso yokudlala ilothari – iyasebenziseka nokuba uligqala lalomdlalo okanye umtsha kwiilothari.

Ingcebiso ngokuDlala ›

Iziphumo zaNamhlanje ze-UK49's

Lunchtime: Lwesihlanu, 21 Aga 2026

9
10
27
30
33
37
38
UK49's Lunchtime

Teatime: Lwesihlanu, 21 Aga 2026

2
9
13
20
25
43
29
UK49's Teatime

Thenga Amatikiti

Dlala kwi-intanethi ukuzinika ithuba lokuphumelela elona bhaso likhulu eMzantsi Afrika, okanye uthathe inxaxheba kwilothari kaZwelonke!



Dlala kwi-intanethi ›

Wenza Ntoni xa uPhumelele iLothari

Ungomnye wabanethamsanqa lukuphumelele kakhulu – kodwa yintoni elandelayo? Yazi ukuba kufuneka wenze ntoni emva kokuphumelela ilothari.



Wenza Ntoni xa Uphumelele ›